How Do You Sign "Apartheid"? The Politics of South African Sign Language Penn, Claire,, 14, 91-103 (1990), doi = https://doi.org/10.1075/lplp.14.2.02pen, publicationName = John Benjamins, issn = 0272-2690, abstract= ISICATSHULWAUlubonisa Njani "Ucalu-Calulo Lweentlanga" ? lipolitiki zolwimi lwentshukumo lomZantsi AfrikaEli phepha linika inkcukacha yengxoxo yale meko ikhoyo malunga nokusetyenziswa nokuqhubela phambili ulwimi lwentshukumo emZantsi Afrika, kunye nonxulumano lwalo neminye imibandela yezentlalo nezobupolitiki ehambelana nobuThulu njengeqela elicinezelweyo kulo mZantsi Afrika weli xesha sikulo.Eli phepha ke linika imibandela eyahlukileyo emithathu kodwa ibe inxulumene: okokuqala, luhlobo lokucwangcisa ulwimi ngokuphathelele kulwimi lwentshukumo ngokubanzi, okwesibini, yinxaxheba yolwimi lwentshukumo njengolwimi lwesiNtu lweqela lolwimi olucinezelweyo emZantsi Afrika; okwesithathu, ziintsingiselo zobuthulu kweminye imibandela ehambelana nezithethe nokunxhaxha kolwimi okuthe qho ukwahlula uluntu lweli xesha lomZantsi Afrika.RESUMOKiel signi "Apartheid" ? La politiko de sudafrika gestolingvoLa referajo liveras detalan pritrakton de la nuna situacio koncerne la uzon kaj evoluigon de la gestolingvo en Sudafriko, kaj ties rilato al aliaj sociaj kaj politikaj demandoj konceme la Surdularon kiel subprematan komunumon en la nuntempa Sudafriko. Tiel, la referaĵo pritraktas tri apartajn sed rilatajn problemojn: unue, la karakteron de lingvoplanado en ties aplikiĝo al gestolingvoj generate; due, la rolon de la gestolingvo kiel la denaska lingvo de subpremata lingva komunumo en Sudafriko; kaj, trie, la implicojn de la kazo de la Surdularo rilate al aliaj demandoj ligitaj al kultura kaj lingva diverseco, kiuj daŭre dividas la modernan sudafrikan socion., language=, type=