1887
Volume 14, Issue 2
  • ISSN 0272-2690
  • E-ISSN: 1569-9889
GBP
Buy:£15.00 + Taxes

Abstract

ISICATSHULWAUlubonisa Njani "Ucalu-Calulo Lweentlanga" ? lipolitiki zolwimi lwentshukumo lomZantsi AfrikaEli phepha linika inkcukacha yengxoxo yale meko ikhoyo malunga nokusetyenziswa nokuqhubela phambili ulwimi lwentshukumo emZantsi Afrika, kunye nonxulumano lwalo neminye imibandela yezentlalo nezobupolitiki ehambelana nobuThulu njengeqela elicinezelweyo kulo mZantsi Afrika weli xesha sikulo.Eli phepha ke linika imibandela eyahlukileyo emithathu kodwa ibe inxulumene: okokuqala, luhlobo lokucwangcisa ulwimi ngokuphathelele kulwimi lwentshukumo ngokubanzi, okwesibini, yinxaxheba yolwimi lwentshukumo njengolwimi lwesiNtu lweqela lolwimi olucinezelweyo emZantsi Afrika; okwesithathu, ziintsingiselo zobuthulu kweminye imibandela ehambelana nezithethe nokunxhaxha kolwimi okuthe qho ukwahlula uluntu lweli xesha lomZantsi Afrika.RESUMOKiel signi "Apartheid" ? La politiko de sudafrika gestolingvoLa referajo liveras detalan pritrakton de la nuna situacio koncerne la uzon kaj evoluigon de la gestolingvo en Sudafriko, kaj ties rilato al aliaj sociaj kaj politikaj demandoj konceme la Surdularon kiel subprematan komunumon en la nuntempa Sudafriko. Tiel, la referaĵo pritraktas tri apartajn sed rilatajn problemojn: unue, la karakteron de lingvoplanado en ties aplikiĝo al gestolingvoj generate; due, la rolon de la gestolingvo kiel la denaska lingvo de subpremata lingva komunumo en Sudafriko; kaj, trie, la implicojn de la kazo de la Surdularo rilate al aliaj demandoj ligitaj al kultura kaj lingva diverseco, kiuj daŭre dividas la modernan sudafrikan socion.

Loading

Article metrics loading...

/content/journals/10.1075/lplp.14.2.02pen
1990-01-01
2024-04-19
Loading full text...

Full text loading...

http://instance.metastore.ingenta.com/content/journals/10.1075/lplp.14.2.02pen
Loading
  • Article Type: Research Article
This is a required field
Please enter a valid email address
Approval was successful
Invalid data
An Error Occurred
Approval was partially successful, following selected items could not be processed due to error